Chapter 117

1 Mdumiseni uYehova, nonke zintlanga, Mncomeni, nonke zizwe.
2 Ngokuba inamandla kuthi inceba yakhe, Inyaniso kaYehova ingunaphakade. Haleluya!